Hymn 258♡ ⁽ᵛᵉʳˢᵉ ⁴⁾ Jerusalem ikhaya lam, Endilithandayo , Wofezwa nin' umzamo wam? •°♡ ²²/⁰⁴/²⁰¹¹
Автор: Methodist Community (A Holy Convocation)
Загружено: 2020-07-05
Просмотров: 18349
1.Jerusalem, ikhaya lam,
Endilithandayo ;
Wofezwa nin' umzamo wam?
Ze ndiphumle kuwe.
2.Obona nin' amehlo am
Loo masango mahle ;
Nezitrata zegolide,
Zomzi wosindiso?
3.Umzi omhle kuneEden,
Ongangenwa soono ;
Nezihlalo zawo zihle ;
Ndikhumbula wona.
4.Zingandidabukisa na
Iintlungu nokufa?
Sendiyibon' iKanana
Engunaphakade.
5.Namabandl' aabapostile
Angqong' umSindisi ;
Nabo bonk' abakuKristu,
baya kuya khona.
6.Ndiyakulangazelela,
Jerusalem ent⟆ha
Imizamo yam yophela
Ndakufika kuwe.
Amen.
Доступные форматы для скачивания:
Скачать видео mp4
-
Информация по загрузке: