Популярное

Музыка Кино и Анимация Автомобили Животные Спорт Путешествия Игры Юмор

Интересные видео

2025 Сериалы Трейлеры Новости Как сделать Видеоуроки Diy своими руками

Топ запросов

смотреть а4 schoolboy runaway турецкий сериал смотреть мультфильмы эдисон
dTub
Скачать

andilalanga by bavumele hlulani

Автор: Thangane Mbombo

Загружено: 2022-02-04

Просмотров: 99244

Описание:

kwidolophu yakutsolo enkalweni kwesika nombewu kumzi Wakwatogu nalapho sasiyolahla intsimbi siyokuchitha amayeza wegqirha elingasekhoyo nela welela kwelemimoya klk umntu oligqirha xa Athe walandulela Eli limagada ahlabayo wawelela ngaphaya izixhobo zakhe ziyamlandela ngokusesikweni masthead camagu kulendawo azigcinwa intsimbi zegqirha lawuba lingasekho. ngoba ukuzigcina kwakho kuwutsho umzi ubeyinto de kuthiwe kunoba uymtyiwa lichanti bebhubha abantu beseh
lelwa zingozi bephelelwa yimisebenzi futhi kuphele imvisiswano phakathi kwenu nilikhaya kanti nanku umntu omhlophe elila enikhalala nguye lona ungathi sisidungamzi intsimbi zakhe zange niyokumnika ngokwesiko nangokwendlela yobume bakhe camagwini nganike niyeke ukusola amagqwirha nganike nizijonge Nina nilungise iziphoso zenu nizokuyibona indle camagu camagwini

andilalanga by bavumele hlulani

Поделиться в:

Доступные форматы для скачивания:

Скачать видео mp4

  • Информация по загрузке:

Скачать аудио mp3

Похожие видео

MATHAMBO - BAWO SILUNGISE

MATHAMBO - BAWO SILUNGISE

ziyabulalana by bavumele hlulani

ziyabulalana by bavumele hlulani

Джем – andilalanga by bavumele hlulani

Джем – andilalanga by bavumele hlulani

Bavumele hlulani bayadumzela

Bavumele hlulani bayadumzela

Last Sunday of 2025, 28th December 🙏🏾✝️❤️.We thanked God for being alive 365 days of the year 🙏🏾❤️

Last Sunday of 2025, 28th December 🙏🏾✝️❤️.We thanked God for being alive 365 days of the year 🙏🏾❤️

@edwinlemaiyan @lomaritakonjotube4425 @DILLATiffaKenya

@edwinlemaiyan @lomaritakonjotube4425 @DILLATiffaKenya

Amagqirha esiXhosa: Umlambo uzele- zowela kanjani umkhomazi

Amagqirha esiXhosa: Umlambo uzele- zowela kanjani umkhomazi

Amagqira aseCofimvaba

Amagqira aseCofimvaba

ubuhule bam by bavumele hlulani ngapha kutsolo enkalweni

ubuhule bam by bavumele hlulani ngapha kutsolo enkalweni

11 November 2023

11 November 2023

ndikhawuleleni bavumele hlulani

ndikhawuleleni bavumele hlulani

IINKONJANE ZOOFAKU - LOLIWE

IINKONJANE ZOOFAKU - LOLIWE

Amagqirha esiXhosa: Khawundiboleke iponti ndondl'abantwana.

Amagqirha esiXhosa: Khawundiboleke iponti ndondl'abantwana.

14 January 2026

14 January 2026

MATHAMBO - ULUGXA LIKA MATHAMBO

MATHAMBO - ULUGXA LIKA MATHAMBO

AMAWELE OOFAKU - AMANDLA NGAWAKHO

AMAWELE OOFAKU - AMANDLA NGAWAKHO

amabhunga by bavumele hlulani

amabhunga by bavumele hlulani

Intlombe ka Nolikazi Mamgcina

Intlombe ka Nolikazi Mamgcina

BAVUMELE HLULANI 2016 abantwana bezinyanya DVD

BAVUMELE HLULANI 2016 abantwana bezinyanya DVD

MATHAMBO - Bendimemeza

MATHAMBO - Bendimemeza

© 2025 dtub. Все права защищены.



  • Контакты
  • О нас
  • Политика конфиденциальности



Контакты для правообладателей: infodtube@gmail.com