Camagu Sukwini
Mabande ubuGqirha butyhutyhe izwe lonke!
Abantwana bomgquba mababuyele eMbo!
Abantwana abantsundu mabathathe nali ilifa lookhokho bethu.
Yizani ke nonke nizokufumana ukuphila.
Yizani ke nizokuthath' ubomi.
Hlalani phantsi uMakhulu anibalisele intsomi ngemvelaphi yenu.
Bazani indlebe ke nive.
Nasi IsiSele senyathi sinityebisela.
#ubugqirha #Amagqirha
#xhosa #Sangoma #ingoma #ukombela #abantu #traditionalhealer #spiritualhealer #Mamsukwini
Masikhumbule magqirha ukuba inkohlakalo kukuzithiyela. Kunga ke singalunga endleleni.
Amgqirha umamSukwini no Gatyeni
Amagqirha Mamsukwini-Latshona Ilinaga ezintabeni
Amagqirha uMamSukwini kwisiphuthumo sika MaRhadebe
MamSukwini - ulugxa luka magatyeni
Mamsukwini-ukugxa luka Magatyeni
MamSuwkini-ukuchithwa kwentsimbi zegqirha lokutshona.
MamSukwini-Latshona ilanga.
Amagqirha MamSukwini- Dibashe omhle. Camagu shlwele samaSukwini.
Amagqirha MamSukwini- Sivumela Abalele
Mamsukwini - umbulelo "Ndibulela ukuzalwa ngamaqaba"
Amagqirha MamSukwini Thula Mntwanam.
Amagqirha -Mam'Sukwini Ndicing' umama
MamSukwini-Balele Bodwa Abantwana Bam.
MamSukwini, Abantwana besiphehlo- Lemini
Amgqirha Mamsukwini- Baxabana bodwa
MamSukwini- ukunyuswa kwebhekile
uMamsukwini uxoxela ukutshiswa kwamaThambo kumzi waseMathunzini.
Amagqirha Mamsukwini-uqongqothwane
Amagqirha Mamsukwini Abantwana bezalana
Amagqirha Intlombe Mamsukwini- Mngoma.
Amagqirha Mamsukwini- Lamla Mngoma Ithongo
Amagqirha Intlombe MamSukwini- Amayeza & Singabazalwane
Amagqirha MamSukwini- Ngomkhonto Ikhale
Amagqirha intlombe ka MamSukwini